Mafikizolo – Ndihambe Nawe (Mp3 Download, Lyrics)

Download Ndihambe Nawe Mp3 by Mafikizolo

Download Mp3

My Money

Video: Ndihambe Nawe by Mafikizolo

Ndihambe Nawe Lyrics by Mafikizolo

Chorus x2

We bhuti we bhuti
We bhuti mina ndihamba nawe
We bhuti we bhuti
We bhuti mina ndihamba nawe

Verse 1 x2
Ngithanda na le way
Unguyo ngakhona
Webhuti mina ndihamba nawe
Ngithanda na le way
Ucula ngakhona
Webhuti mina ndihamba nawe

Bridge 1 x2

Eh ndihamba nawe
Hei ndihamba nawe
We bhuti mina ndihamba nawe
We bhuti ndihamba nawe, We bhuti ndihamba nawe
We bhuti mina ndihamba nawe

Verse 2 x2
Ndafika endaweni ngibona abantu
Ehh ufak’umfana wam
Ugcwel’umfana wami
Ngathi loya lobhuti loya
Isoka isoka lami

Bridge x2

Chorus x2

Ndithanda na le way
Ujika ngakhona
We sisi mina ndihamba nawe
Ndithanda na le way
Ududla ngakhona
We sisi mina ndihamba nawe

Bridge 2 x2

  Mafikizolo - Love Potion (Mp3 Download, Lyrics)

Eh ndihamba nawe
Ohh ndihamba nawe
We sisi mina ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe, We sisi ndihamba nawe
We sisi mina ndihamba nawe
Ndithanda na le way
Ungiyo ngakhona
We bhuti mina ndihamba nawe
Ndithanda na le way
Ududla ngakhona
Ay’ suka mina ndihamba nawe
Eeh Ndihamba nawe
Eeh Ndihamba nawe
We bhuti mina ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe

Leave a Comment