Joyous Celebration – Umbhedesho (Mp3 Download, Lyrics)

Joyous Celebration – Umbhedesho (Mp3 Download, Lyrics)

Download Umbhedesho Mp3 by Joyous Celebration

Download Mp3

Video: Umbhedesho by Joyous Celebration

Umbhedesho Lyrics by Joyous Celebration

Siyakudumisa Thixo (We praise your name God)
Siyakuvuma ukuba unguYehova (We’re grateful that you’re Lord)
Umhlaba wonke ubhedesha wena (The world bows before you)
OYise ongunaphakade (You’re Everlasting)
Zonke iingelosi zimemeza kuwe (The angels worship you)
KwaneZulu nawo onke amandla akulo (And the earth before your might)
IKherobime neSerafime (The Cherubim and the Seraphim)
Zimana zimemeza kuwe (Always worship you)
Uyingcwele, uyingcwele uyingcwele! (You are holy)
Yehova Thixo wemikhosi (Lord, God almighty)
Izulu lizele kwanomhlaba (The fill the heavens)
Bubukhulu nobugcwalisa bakho (And the earth with your grace)
Amen, Ameni…
Nkosi ndithembe wena (Father my trust is in you)
Mandingaze ndidaniswe (That I may never be disgraced)
(Repeat)

  Benjamin Dube - Hold Me Tight

Leave a Comment